| WHATSAPP GROUP | TELEGRAM CHANNEL |
|---|
| SUBSCRIBER TO YOUTUBE CHANNEL |
|---|

Mnqobi Nxumalo Phezu Komhlaba Download Mp3 & Lyrics
Popular South Africa gospel minister, Vocal coach and record producer Mnqobi Nxumalo comes through with a new worship single dubbed Phezu Komhlaba.
This song was released in 2023 and it’s available here at GospelHome alongside it’s lyrics.
Mnqobi Nxumalo Phezu Komhlaba Lyrics
Phezu Komhlaba ngamazwe ngamazwe
(on the surface of the earth there are different Nations)
Phezu Komhlaba zizizwe ngezizwe
(on the surface of the earth there are different Tribes)
apho iintetho zahlukahlukayo
(Where languages differ)
Apho maninz’amasik’enziwayo
(where there are many customs)
kodwa nangona zahlukahlukayo
(Even though they are different)
kukho indawo zihlangana ngayo
(There is a place where they meet)
Zonke izizwe zihlel’ezonweni
(All nations are guilty of sin)
Zonke izizwe zotshon’ekufeni
(All nations will end up in death)
Apha ngaphansi uncedo alukho
(Here below there is no Help)
Apha ngaphansi ubomi abukho
(Here below there is no life)
Phaya phezulu silangazelela
(up there we long)
Apho umncedi waboni wovela
(Where the helper of sinners shall appear)
Yesu inguwe onokuphilisa
(Jesus it’s you who can heal)
Yesu inguwe onokusindisa
(Jesus it’s you who can redeem)
Sesithembele kwawakho amandla
(We rely on your Power)
Sisebambile esakho isandla
(We hold on to your hand)
Wena wafela aboni bomhlaba
(You died for the sinners of the World)
Wena wazisa izizwe
(You bring news to the nations)
Yiba nodumo kumazwe ngamazwe
(Be exalted in all Nations)
Yiba nodumo kwizizwe ngezizwe
(Be all exalted in all tribes)
| GospelHome Don't Claim the Ownership of the songs and media on this page, They are shared for gospel promotion purposes only. All rights belong to the respective artists and labels. If you are the rights holder and wish content removed, please read our DMCA & Copyright Policy or Contact Us For Copywriting Take DownContact Us |
|---|
DOWNLOAD MP3
Download Below!
What do you think about this song?
We want to hear from you all.
Drop your comments
